Phawula ngo-X apho kufanelekileyo uBuqabane
UMnini oyiNtloko (kuqukwa namafama)
Oogunyaziwe boluNtu/beNgingqi
Ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye uMbutho/iMbumba iNkampani iTrasti
HAYI
KHANGELA
YENZA ISEBENZE
ISIQENDU SOKU- 1
UMHLA, URHWEBO NEDILESI
Umhla umsebenzi awaqeshwa ngawo: (nqaku 1.1 maligcwaliswe)
UNYAKA
INYANGA
UMHLA
IGama loRhwebo neDilesi yePosi:
IKHOWUDI YEPOSI
IDilesi yokuhlala/I(ama)gama e(ee) fama
IKhowudi yePosi
Isithili sikamantyi
ISIQENDU SESI- 2
IINKCUKACHA ZOMNINI
IGama lomnini/ubuqabane
Igama elibhalisiweyo leNkampani okanye ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye
Inani leNkampani okanye okanye ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye:
Ukuba yinkampani enyinelwe imfanelo okanye ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye, xela amagama, iinombolo zesazisi kunye needilesi zabalawuli okanye amalungu (hlomela uluhlu ukuba kukho imfuneko) okanye ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye
ISIQENDU SESI-3
IINKCUKACHA ZEMISEBENZI
Chaza ubunjani beempahla ezenziwayo/ezithengiswayo okanye iinkonzo ezinikwayo:
Chaza oku kulandelayo ukuba kukhona:
Izinto ezisetyenziswayo ekwenzeni impahla:
Ubunjani kunye nobukhulu bokwakhiwa/ukumiswa okwenziweyo:
Kwimeko yokuba ngumfama, xela ubunjani:
Ukulima
Ukufama okudibeneyo:: % zeMfuyo zokuLima
Ingaba usebenzisa nabaphi na ooganda-ganda kunye/okanye iisarha ezisebenza ngombane
Ewe
Hayi
INombolo yomNxeba:
iKhowudi:
iNombolo:
Umntu ekunokuQhagamshelwana naye:
iKhowudi:
iNombolo.:
iSelula.:
ISIQENDU SESI-4
UMNTU EYIYIMFANELO YAKHE / UMLAWULI / ILUNGU OKANYE IQABANE LOSHISHINO
iFani:
Oonobumba bamaGama:
INombolo yeSazisi:
isiKhundla:
IDilesi yokuhlala:
IKhowudi yePosi:
Ukuba ngaba ishishini sele libhaliswe kwenye yee-ofisi zeSebe nceda ukhombise:
INombolo yoBhaliso:
Ukuba ngaba ishishini litshintshwe ubumnini, nika oku kulandelayo:
Igama lorhwebo langaphambili leshishini/ifama
Igama lomnini wangaphambili
Idilesi yokuhlala yangoku yomnini wangaphambili
IKhowudi yePosi
ISIQENDU SESI- 5
IINKCUKACHA ZABASEBENZI
Inani labasebenzi abaqeshiweyo okwangoku
Ingqikelelo yeenkcukacha zabasebenzi ukusukela kumhla wokufakwa kwenqaku 1.1 (njengoko kukhonjisiwe kwiphepha loku-1 lale fom) ukuya kuma ekupheleni kukaFebuwari kunyaka ozayo.
Inani eliphakathi labasebenzi abalindeleke ukuba baqeshwe kwixesha elikhankanywe ngasentla
Ingqikelelo yemivuzo xa iyonke ukuya kuma kubuninzi be R149 136
Ngomntu ngamnye ngonyaka
IIRANDI KUPHELA
Ixabiso eliyikheshi xa lilonke lokutya nokuhlala okunikwa simahla ngumqeshi
Ixabiso eliyikheshi lamanye amalungelo
Imivuzo (jonga ku- 5.2.2)yabaLawuli/amalungu asebenzayo
Ukusuka:
Ukuya
ISIQENDU SESI-6
ULWAZI OLONGEZELELEKILEYO NGOKUMAYELA NE-OFISI EYINTLOKO KUNYE/OKANYE I-FILIALS / AMASEBE
NCEDA UFAKE IINKCUKACHA ZAKHO ZEBHANKII NGOKUGCWALISA ELI CANDELO LINGASEZANTSI. OLU LWAZI LUFUNELWA IINJONGO ZENDLELA YOKUDLULISA NGELEKTRONI. UKUFAKWA NGQO KWEMALI KUTHINTELA ULIBAZISEKO LWEPOSI KUNYE NOBUQHINGA BETSHEKI.
IGama leSebe:
IKhowudi yeSebe:
ISIBHENGEZO ESENZIWA NGUMQESHI OKANYE UMNTU OGUNYAZISIWEYO
Ndiyaqinisekisa ukuba ezi nkcukacha zingasentla zichanekile.
ISIHLONIPHO
UMNTU EKUNOKUQHAGAMSHELWANA NAYE:
INOMBOLO YOMNXEBA
UMHLA
ULWAZI KUNYE NEZIKHOKELO EZIBALULEKILEYO
UKUBA NGABA UYASILELA UKUNGENISA IFOM YERHAFU YOMVUZO YE-W.As 8 KWIXESHA ELIMISELWEYO, ICANDELO LAMA-83 LOMTHETHO LINIKA IGUNYA UMKOMISHINALA WEMBUYEKEZO UKUBA AQIKELELE UMVUZO. ISOHLWAYO, ESINGADLULIYO KWIIPESENTI EZILI-10 (IIPESENTI EZILISHUMI) ZOHLOLO LOKUQGIBELA NASO SINOKUWISWA.
NGUBANI UMSEBENZI NJENGOKO KUBHEKISELELWE KUYE KWISIQENDU 2.2.1?
umsebenzi" uthetha umntu ongene, okanye osebenza phantsi kwekontraki yenkonzo okanye engumfundi okanye ekuqeqesho nomqeshi, nokuba ikontraki iyaboniswa okanye iyafakwa, yeyomlomo okanye ibhalwe phantsi, kunye nokuba umvuzo ubalwa ngexesha okanye ngomsebenzi owenziweyo okanye ngekheshi okanye ngezinto kwaye uquka -
a inqgesho yomsebenzi oqeshwe okwexeshana/okwesigxina ngokwenjongo zeshishini lomqeshi b umlawuli wenkampani osebenzayo okanye ilungu lequmrhu elilawulayo, ongene kwikontraki yenkonzo okanye kubufundi okanye kuqeqesho nequmrhu elilawulayo, ukude umsebenzi asebenze kwisikowupu sengqesho yakhe ngokwemiqathango yekontraki enjalo. Kukhutshelwa ngaphandle abathelelani okanye "amaqabane athuleyo" ahlawulwa kuphela izabelo okanye kwabelwane ngenzuzo.
Umntu onikwe yi-broker yemisebenzi, ongekho kwintlawulo yomxhasi ekunikeni inkonzo okanye ekwenzeni umsebenzi wenkonzo okanye wokusebenza umntu onjalo uhlawulwa yi-broker yemisebenzi, ngumsebenzi we-broker yemisebenzi. Umvuzo womntu onjalo mawungaqukwa kuxwebhu lomxhasi loMvuzo kwiFom yeRhafu.
QAPHELA: Umnini ongundoqo okanye amaqabane kwishishini/kumsebenzi wolimo awathathwa ngokuba "ngabasebenzi" njengoko kumiselwe ngumThetho kwaye imivuzo yabo, ke ngoko, mayingaboniswa.
YINTONI IMIVUZO NJENGOKO KUBHEKISELELWE KUWO , KWISIQENDU 2.2.2?
Imivuzo zizo zonke iintlawulo ezenziwa rhoqo, phambi kwalo naluphi na udontso, nokuba yimali okanye intlawulo ngezinto, kubasebenzi.
Ezi ntlu zilandelayo aziphelelanga, kodwa zenzelwe kuphela ukubonisa amanqaku omvuzo apho kukho amathandabuzo khona ngokuqukwa okanye ukungaqukwa kwazo
Okuqukwayo kumvuzo opheleleyo phambi kwalo naluphi na udontso koku kulandelayo:
Ixesha elongezelelweyo larhoqo ( hayi ixesha elongezelelweyo elenziwa ngeziqabu okanye elingenzeki rhoqo).
Iibhonasi zalo naluphi na uhlobo, kuqukwa iibhonasi zenkuthazo okanye iibhonasi zonyaka.
Ikomishini, nangona ixabiso linokohluka inyanga nenyanga.
Ixabiso eliyikheshi lokutya kunye nezindlu ezinikwa abasebenzi njengenxenye yemivuzo. Ixabiso eliyikheshi lamalungelo afana nemoto yomsebenzi, indawo yokuhlala yasimahla, okanye indawo yokuhlala ebiza kancinane, njl.njl.
Ukuhamba kunye nezinye izibonelelo ezihlawulwa rhoqo, njengenxenye yomvuzo.
Apho umsebenzi anikwa umvuzo ngokungqinelana namalungelo omvuzo, zonke izinto ezenza inxenye yomvuzo, ngaphandle kwemirhumo yomqeshi efana nemirhumo ye-medical aid.
Imivuzo/Drawings ehlawulwe abaLawuli abasebenzayo beNkampani okanye amalungu eQumrhu elisenokuqhutywa ngumntu omnye. (kufuneka zixelwe ngokwahlukeneyo kwinqaku 9.2). Hlomela uluhlu lwamagama abo, iinombolo zeZAZISI kunye needilesi.
Okukhutshelwa ngaphandle koku kulandelayo
Iintlawulo ezenzelwa imbuyekezo.
Ixesha elongezelelekileyo elisetyenzwe ngamathuba athile.
Iintlawulo zemisebenzi ethile engenzeki rhoqo ezingenzi nxenye yemisebenzi eqhelekileyo yomsebenzi.
Iintlawulo zokuhlawulela iindleko ezikhethekileyo ezifana nezokuphila kunye nezokuhamba, isidlo sasemini kunye neendleko zeentlanganiso zamashishini.
Ukuhamba kunye nezinye izibonelelo ezihlawulwa kumathuba athile.
Ukuba ngaba umvuzo womlawuli/ilungu ngowokwabelana ngenzuzo, uMlawuli/iLungu ayingomsebenzi ngokwemiqathango yomThetho.
IMIVUZO YOKUGQIBELA
Ukuba ngaba imisebenzi yakho iphelisiwe, xela umhla wokupheliswa kwiphepha elingaphambili uze uxele imivuzo yokugqibela ehlawuliweyo ukuya kuma kuloo mhla.
UHLOLO OLUSEZANTSI ICANDELO 832B
Ngenxa yeendleko eziqhubayo zinyuka, uhlolo olusezantsi luka-2002 lunyusiwe laya kuma kuma-R335.00 ngonyaka.
ILETA YOKUMA ENDAWENI ENTLE
Le leta inokufumaneka wakube umqeshi engqinelana neemfuneko zomthetho, kuqukwa:
b Uhlolo luhlawulwe okanye izavenge zilungiselelwe.
c Isicelo kufuneka senziwe kwangexesha kwiveki enye okukhethekayo kwileta enamagama enkampani, ngokubhalwe phantsi.
d Nceda uxele inombolo yobhaliso, ngokunjalo nenombolo yomnxeba kunye neyefekisi, kunye nekhowudi yomnxeba.
e Izicelo egameni lomqeshi ngabaCebisi okanye ii-Arhente kufuneka zibhalwe phantsi kwaye zikhatshwe liGunya leGqwetha.
g Ukubhucabhucwa ngokuqulathwe kwezi leta lityala elikhulu.
